40 years of successfully serving the construction industry

Managing directors of PERI Group
Managing Directors: Alexander Schwörer, Christian Schwörer, Dr. Ekkehard Gericke
Your capability partner
Job preparation 
engineering, prompt service, flexible production and the best material qualities all ensure optimum results for any construction project. PERI will help you build more efficiently, economically and safely with our equipment and support services – giving your company a competitive edge.
The parent company of all firms in the PERI Group is PERI GmbH in Weissenhorn. The extensive PERI services are provided at present by 50 independent subsidiary companies in 65 countries. Many are market leaders in their country.

For more information visit our International Website
Iminyaka engama-40 yokukhonza urhwebo lwezokwakha ngempumelelo

Umlingane wakho onesiphiwo
Ubunjineli bolungiselelo lwemisebenzi, inkonzo ekhawulezileyo, imveliso ethambileyo kunye neempawu ezingcono zemathiriyeli zonke ziqinisekisa ezona ziphumo zilungileyo zayo nayiphi na iprojekthi yokwakha. I-PERI iya kukunceda ukuba wakhe ngempumelelo, ngoqoqosho nangokhuseleko olukhulu ngeenkonzo zethu zezixhobo nezenkxaso – inikeza inkampani yakho umda wokhuphiswano.

Ubukho eHlabathini jikelele
Inkampani engumzali wazo zonke iifem kwi-PERI Group yi-PERI GmbH eseWeissenhorn. Iinkonzo ezibanzi ze-PERI zibonelelwa ngokunje ziinkampani ezingama-50 ezingabancedisi abazimeleyo kumazwe angama-65. Ezininzi zingabakhokeli bemarike elizweni labo.

Ngengcaciso ethe vetshe tyelela i-International Website yethu
PERI international